IZenzo 16:37 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 37 Kodwa uPawulos wathi kubo: “Basikatse* phambi kwabantu singakhange sigwetywe* nangona singamaRoma,+ emva koko basifaka ejele. Kutheni ngoku beza kusizimelisa xa besikhupha? Hayi khona! Mabeze kusikhupha ngokwabo.”
37 Kodwa uPawulos wathi kubo: “Basikatse* phambi kwabantu singakhange sigwetywe* nangona singamaRoma,+ emva koko basifaka ejele. Kutheni ngoku beza kusizimelisa xa besikhupha? Hayi khona! Mabeze kusikhupha ngokwabo.”