IZenzo 18:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Emva kokuba ehleli ithutyana apho, wemka waya kwiindawo ngeendawo etyhutyha ilizwe laseGalati nelaseFrigiya,+ esomeleza bonke abafundi.+ IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 18:23 Ukunikela Ubungqina, iphe. 160 “Sonke ISibhalo”, iphe. 218
23 Emva kokuba ehleli ithutyana apho, wemka waya kwiindawo ngeendawo etyhutyha ilizwe laseGalati nelaseFrigiya,+ esomeleza bonke abafundi.+