IZenzo 21:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Sabakhangela sabafumana abafundi saza sahlala apho iintsuku ezisixhenxe. Kodwa bamxelela kaninzi uPawulos ukuba angalubeki unyawo eYerusalem ngenxa yento ababeyixelelwe ngumoya oyingcwele.+ IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 21:4 Ukunikela Ubungqina, iphe. 175
4 Sabakhangela sabafumana abafundi saza sahlala apho iintsuku ezisixhenxe. Kodwa bamxelela kaninzi uPawulos ukuba angalubeki unyawo eYerusalem ngenxa yento ababeyixelelwe ngumoya oyingcwele.+