IZenzo 21:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 UPawulos wathi: “Kutheni nilila, nizama ukundityhafisa kwisigqibo sam? Kufuneka niyazi into yokuba andilungelanga ukubanjwa kuphela eYerusalem, kodwa ndilungele nokulifela igama leNkosi uYesu.”+ IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 21:13 Ukunikela Ubungqina, iphe. 177-178 IMboniselo,5/15/2008, iphe. 32
13 UPawulos wathi: “Kutheni nilila, nizama ukundityhafisa kwisigqibo sam? Kufuneka niyazi into yokuba andilungelanga ukubanjwa kuphela eYerusalem, kodwa ndilungele nokulifela igama leNkosi uYesu.”+