IZenzo 28:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Abantu balapho ababethetha ulwimi esingalwaziyo basiphatha ngobubele kakhulu.* Basibasela umlilo baza basamkela sonke ngobubele kuba kwakunetha futhi kubanda. IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 28:2 Ukunikela Ubungqina, iphe. 210 IMboniselo,5/15/2002, iphe. 19
2 Abantu balapho ababethetha ulwimi esingalwaziyo basiphatha ngobubele kakhulu.* Basibasela umlilo baza basamkela sonke ngobubele kuba kwakunetha futhi kubanda.