IZenzo 28:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 usithi, ‘Yiya kwesi sizwana uze uthi: “Ngokuqinisekileyo niza kuva, kodwa anizukuyiqonda loo nto niyivayo, ibe niza kujonga, kodwa akukho kwanto niza kuyibona.+ IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 28:26 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 100
26 usithi, ‘Yiya kwesi sizwana uze uthi: “Ngokuqinisekileyo niza kuva, kodwa anizukuyiqonda loo nto niyivayo, ibe niza kujonga, kodwa akukho kwanto niza kuyibona.+