Roma 2:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Ngoko bonke abantu abenza isono bengenawo umthetho,+ baza kutshabalala bengenawo umthetho; kodwa bonke abo benza isono bephantsi komthetho baza kugwetywa ngomthetho.+ Roma ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 2:12 IMboniselo,6/15/2011, iphe. 10
12 Ngoko bonke abantu abenza isono bengenawo umthetho,+ baza kutshabalala bengenawo umthetho; kodwa bonke abo benza isono bephantsi komthetho baza kugwetywa ngomthetho.+