Roma 8:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 sitsho sikwazi ukwenza izinto ezilungileyo ezifunwa nguMthetho,+ thina bantu bangalawulwa yimizimba yethu enesono kodwa ngumoya oyingcwele.+ Roma ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 8:4 IMboniselo(Efundwayo),12/2016, iphe. 14-15 IMboniselo,11/15/2011, iphe. 11-13
4 sitsho sikwazi ukwenza izinto ezilungileyo ezifunwa nguMthetho,+ thina bantu bangalawulwa yimizimba yethu enesono kodwa ngumoya oyingcwele.+