Roma 8:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Ukuba ke umoya walowo wavusa uYesu ekufeni uhleli kuni, kwayena lowo wavusa uKristu Yesu ekufeni+ uza kwenza imizimba yenu efayo iphile,+ esebenzisa umoya wakhe ohleli kuni.
11 Ukuba ke umoya walowo wavusa uYesu ekufeni uhleli kuni, kwayena lowo wavusa uKristu Yesu ekufeni+ uza kwenza imizimba yenu efayo iphile,+ esebenzisa umoya wakhe ohleli kuni.