Roma 8:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Akuphelelanga apho, kodwa nathi thina bafumene isivuno sokuqala, esingumoya oyingcwele, siyancwina ngaphakathi+ njengoko sikulinde ngamehlo abomvu ukwenziwa oonyana bakaThixo,+ sikhululwe kwimizimba yethu ngokuhlawulelwa.
23 Akuphelelanga apho, kodwa nathi thina bafumene isivuno sokuqala, esingumoya oyingcwele, siyancwina ngaphakathi+ njengoko sikulinde ngamehlo abomvu ukwenziwa oonyana bakaThixo,+ sikhululwe kwimizimba yethu ngokuhlawulelwa.