Roma 9:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 njengoko kubhaliwe kwathiwa: “Jongani! Ndibeka eZiyon ilitye+ elikhubekisayo nolwalwa oluza kubenza babe nomsindo abantu, kodwa lowo ukholwayo kulo akasoze aphoxeke.”+
33 njengoko kubhaliwe kwathiwa: “Jongani! Ndibeka eZiyon ilitye+ elikhubekisayo nolwalwa oluza kubenza babe nomsindo abantu, kodwa lowo ukholwayo kulo akasoze aphoxeke.”+