-
Roma 10:14IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
14 Kodwa ke, baza kuthembela njani kuye ukuba abakholwa kuye? Baza kukholwa njani kuye kungekho nto bayivileyo ngaye? Baza kuva njani kungekho mntu ushumayelayo?
-