Roma 10:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Kodwa ke, abakhange bazithobele bonke iindaba ezilungileyo. Kuba uIsaya uthi: “Yehova,* ngubani oye wazikholelwa izinto esizithethayo?”+ Roma ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 10:16 IMboniselo,8/15/2011, iphe. 11 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 198-199
16 Kodwa ke, abakhange bazithobele bonke iindaba ezilungileyo. Kuba uIsaya uthi: “Yehova,* ngubani oye wazikholelwa izinto esizithethayo?”+