Roma 10:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Kodwa uIsaya waba nesibindi, wathi: “Ndafunyanwa ngabantu ababengandikhangeli;+ ndaziwa ngabantu ababengabuzi ngam.”+ Roma ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 10:20 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 373
20 Kodwa uIsaya waba nesibindi, wathi: “Ndafunyanwa ngabantu ababengandikhangeli;+ ndaziwa ngabantu ababengabuzi ngam.”+