Roma 11:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Ngoko uThixo unobubele+ yaye uyohlwaya. Uyabohlwaya abo bawileyo,+ kodwa wena ukwenzela ububele,* ukuba nje uhlala umnika isizathu sokukwenzela ububele; kungenjalo, nawe lo uza kophulwa.
22 Ngoko uThixo unobubele+ yaye uyohlwaya. Uyabohlwaya abo bawileyo,+ kodwa wena ukwenzela ububele,* ukuba nje uhlala umnika isizathu sokukwenzela ububele; kungenjalo, nawe lo uza kophulwa.