Roma 13:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Kuba abo balawuli boyikwa ngabantu abenza izinto ezimbi, kodwa aboyikwa ngabantu abenza izinto ezilungileyo.+ Ukuba ke awufuni kuboyika abantu abasemagunyeni, hlala usenza izinto ezintle,+ baza kukudumisa;
3 Kuba abo balawuli boyikwa ngabantu abenza izinto ezimbi, kodwa aboyikwa ngabantu abenza izinto ezilungileyo.+ Ukuba ke awufuni kuboyika abantu abasemagunyeni, hlala usenza izinto ezintle,+ baza kukudumisa;