Roma 15:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Kwanga uThixo onika ithemba anganinika uvuyo noxolo oluninzi, kuba nithembela kuye, ukuze ithemba eninalo liqiniswe kakhulu ngamandla omoya oyingcwele.+ Roma ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 15:13 IMboniselo,6/15/2014, iphe. 14 10/1/2006, iphe. 27
13 Kwanga uThixo onika ithemba anganinika uvuyo noxolo oluninzi, kuba nithembela kuye, ukuze ithemba eninalo liqiniswe kakhulu ngamandla omoya oyingcwele.+