Roma 16:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Kuba bonke abantu bayibonile indlela enithobela ngayo, yaye iyandivuyisa loo nto. Kodwa ndifuna nibe zizilumko, nizazi izinto ezilungileyo, kodwa nibe msulwa ekwenzeni izinto ezimbi.+
19 Kuba bonke abantu bayibonile indlela enithobela ngayo, yaye iyandivuyisa loo nto. Kodwa ndifuna nibe zizilumko, nizazi izinto ezilungileyo, kodwa nibe msulwa ekwenzeni izinto ezimbi.+