1 Korinte 3:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Andizange ndinityise ukutya okuqinileyo, kodwa ndaniseza ubisi, kuba naningekakhuli. Phofu anikakhuli nangoku,+
2 Andizange ndinityise ukutya okuqinileyo, kodwa ndaniseza ubisi, kuba naningekakhuli. Phofu anikakhuli nangoku,+