1 Korinte 5:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Ndixelelwe ukuba kukho umntu oye waziphatha kakubi ngesondo*+ phakathi kwenu, ngendlela ezingenzi ngayo kwaneentlanga. Kuthiwa ulala nomfazi katata wakhe.+
5 Ndixelelwe ukuba kukho umntu oye waziphatha kakubi ngesondo*+ phakathi kwenu, ngendlela ezingenzi ngayo kwaneentlanga. Kuthiwa ulala nomfazi katata wakhe.+