1 Korinte 8:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Kodwa ke ayingabo bonke abantu abayaziyo loo nto.+ Abanye ngenxa yokuba bebekade bekhonza isithixo, batya ukutya bekholelwa ukuba kubingelelwe kwisithixo,+ size isazela sabo esibuthathaka singcoliswe.+
7 Kodwa ke ayingabo bonke abantu abayaziyo loo nto.+ Abanye ngenxa yokuba bebekade bekhonza isithixo, batya ukutya bekholelwa ukuba kubingelelwe kwisithixo,+ size isazela sabo esibuthathaka singcoliswe.+