1 Korinte 9:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Kodwa ke khange ndifune nento le kuni.+ Kaloku ezi zinto bendingazibhaleli ukuba kuncedwe mna, kuba ndixolele ukufa kunaloo nto. Akukho mntu uza kundenza ndingakwazi ukuqhayisa!+
15 Kodwa ke khange ndifune nento le kuni.+ Kaloku ezi zinto bendingazibhaleli ukuba kuncedwe mna, kuba ndixolele ukufa kunaloo nto. Akukho mntu uza kundenza ndingakwazi ukuqhayisa!+