-
1 Korinte 16:6IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
6 mhlawumbi ndiza kuhlala nani ithutyana, okanye ndichithe ubusika bonke nani, ukuze nindikhaphe nijike esithubeni xa ndisiya kuloo ndawo ndiya kuyo.
-