2 Korinte 5:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Kaloku siyazi ukuba xa le ntente eyindlu yethu yasemhlabeni ichithwa,+ uThixo uza kusinika esinye isakhiwo, indlu engenziwanga ngazandla+ eza kuhlala ngonaphakade emazulwini.
5 Kaloku siyazi ukuba xa le ntente eyindlu yethu yasemhlabeni ichithwa,+ uThixo uza kusinika esinye isakhiwo, indlu engenziwanga ngazandla+ eza kuhlala ngonaphakade emazulwini.