2 Korinte 7:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Kuba ukuba buhlungu ngendlela eyamkelekileyo kuThixo kwenza umntu aguquke aze asindiswe, kungabikho kuzisola;+ kodwa ukuba buhlungu ngendlela ethandwa lihlabathi kubangela ukufa.
10 Kuba ukuba buhlungu ngendlela eyamkelekileyo kuThixo kwenza umntu aguquke aze asindiswe, kungabikho kuzisola;+ kodwa ukuba buhlungu ngendlela ethandwa lihlabathi kubangela ukufa.