2 Korinte 13:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Kaloku wabulawa esibondeni ngenxa yobuthathaka, kodwa uyaphila ngenxa yamandla kaThixo.+ Ewe kona sibuthathaka njengaye, kodwa siza kuphila naye+ ngenxa yamandla kaThixo asebenzayo ebomini benu.+
4 Kaloku wabulawa esibondeni ngenxa yobuthathaka, kodwa uyaphila ngenxa yamandla kaThixo.+ Ewe kona sibuthathaka njengaye, kodwa siza kuphila naye+ ngenxa yamandla kaThixo asebenzayo ebomini benu.+