-
Galati 2:2IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
2 Ndaya kuba ndandithunywe nguYesu, ndaza ndabachazela abazalwana ngeendaba ezilungileyo endizishumayela ezintlangeni. Kodwa le nto ndayenza ecaleni kumadoda awayehlonitshwa kakhulu, ukuze ndiqiniseke ukuba lo msebenzi ndiwenzayo ufanelekile.
-