Galati 2:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Kodwa le nto yaba yingxaki ngenxa yabazalwana bobuxoki abangeniswa ngokufihlakeleyo,+ bethubeleza bangene ukuze bahlole inkululeko+ esinayo kuba singabalandeli bakaKristu Yesu, ukuze basenze amakhoboka.+
4 Kodwa le nto yaba yingxaki ngenxa yabazalwana bobuxoki abangeniswa ngokufihlakeleyo,+ bethubeleza bangene ukuze bahlole inkululeko+ esinayo kuba singabalandeli bakaKristu Yesu, ukuze basenze amakhoboka.+