Galati 2:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Kodwa ke, xa uKefas*+ weza kwa-Antiyokwe,+ ndamluleka kuba wayesenza into engalunganga.