Efese 1:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 nibone nendlela awabonisa ngayo kuthi makholwa amandla akhe angenakulinganiswa nanto.+ Loo mandla abonakala kwimisebenzi yakhe.
19 nibone nendlela awabonisa ngayo kuthi makholwa amandla akhe angenakulinganiswa nanto.+ Loo mandla abonakala kwimisebenzi yakhe.