-
Filipi 3:8IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
8 Ngaphezu koko, zonke izinto ndizibona zingenaxabiso xa ndizithelekisa nolwazi oluxabisekileyo olungoKristu Yesu iNkosi yam. Kuba ngenxa yakhe ndiye ndazishiya zonke izinto, yaye ndizijonga njengenkunkuma eninzi, ukuze ndifumane uKristu
-