16 kuba kwasetyenziswa yena ukudala zonke ezinye izinto ezisezulwini nasemhlabeni, izinto ezibonakalayo nezingabonakaliyo,+ nokuba ezo zinto ziitrone okanye lulawulo okanye ngoorhulumente okanye ngamagunya. Kusetyenziswe yena ukudala zonke ezinye izinto+ yaye zidalelwe yena.