Kolose 2:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Abanye abantu bathanda ukuzenza ngathi bathobekile yaye bakhonza iingelosi, kodwa nize ningabavumeli abantu abanjalo banenze ningawufumani umvuzo.+ Abanasizathu sakuqhayisa kodwa bayaqhayisa kuba becinga ngendlela yabantu abanesono, Kolose ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 2:18 IMboniselo(Efundwayo),11/2017, iphe. 25-29 IMboniselo,8/15/2008, iphe. 28
18 Abanye abantu bathanda ukuzenza ngathi bathobekile yaye bakhonza iingelosi, kodwa nize ningabavumeli abantu abanjalo banenze ningawufumani umvuzo.+ Abanasizathu sakuqhayisa kodwa bayaqhayisa kuba becinga ngendlela yabantu abanesono,