1 Tesalonika 1:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Inyaniso kukuba, ngenxa yenu abantu baseMakedoni naseAkhaya baye baliva ilizwi likaYehova,* yaye ukholo lwenu kuThixo luye lwaziwa kuzo zonke iindawo,+ kangangokuba khange kufuneke sithethe nto thina.
8 Inyaniso kukuba, ngenxa yenu abantu baseMakedoni naseAkhaya baye baliva ilizwi likaYehova,* yaye ukholo lwenu kuThixo luye lwaziwa kuzo zonke iindawo,+ kangangokuba khange kufuneke sithethe nto thina.