4 Kodwa ukuba umhlolokazi unabantwana okanye abazukulwana, mababonise ukuba bazinikele kuThixo ngokuthi ibe ngabo abahoya abantu abasendlini,+ banike abazali babo noomakhulu nootatomkhulu babo oko kubafaneleyo,+ kuba loo nto yamkelekile emehlweni kaThixo.+