2 Timoti 4:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Ngoko ke ndibekelwe isithsaba sobulungisa,+ endiza kusinikwa ngaloo mini njengomvuzo yiNkosi, umgwebi olilungisa;+ kodwa ayizukunika mna ndodwa,+ iza kunika nabo bonke abo bakuthandayo ukubonakaliswa kwayo. 2 Timoti ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 4:8 “Sonke ISibhalo”, iphe. 239
8 Ngoko ke ndibekelwe isithsaba sobulungisa,+ endiza kusinikwa ngaloo mini njengomvuzo yiNkosi, umgwebi olilungisa;+ kodwa ayizukunika mna ndodwa,+ iza kunika nabo bonke abo bakuthandayo ukubonakaliswa kwayo.