2 Timoti 4:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Kodwa iNkosi yandinceda, yandinika amandla, yasebenzisa mna ukuze wenziwe ngokupheleleyo umsebenzi wokushumayela kuzo zonke iintlanga;+ yandisindisa nasemlonyeni wengonyama.+ 2 Timoti ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 4:17 IMboniselo,4/15/2015, iphe. 21-23, 26
17 Kodwa iNkosi yandinceda, yandinika amandla, yasebenzisa mna ukuze wenziwe ngokupheleleyo umsebenzi wokushumayela kuzo zonke iintlanga;+ yandisindisa nasemlonyeni wengonyama.+