Tito 1:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Zonke izinto zicocekile kubantu abacocekileyo.+ Kodwa akukho nto icocekileyo kubantu abangekho msulwa nabangenalukholo, kuba iingqondo zabo nezazela zabo azicocekanga.+ Tito ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:15 IMboniselo,10/15/2008, iphe. 30 10/15/2007, iphe. 25-27
15 Zonke izinto zicocekile kubantu abacocekileyo.+ Kodwa akukho nto icocekileyo kubantu abangekho msulwa nabangenalukholo, kuba iingqondo zabo nezazela zabo azicocekanga.+