Hebhere 4:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Umbingeleli omkhulu esinaye uyavelana nobuthathaka bethu,+ kuba naye wavavanywa ngazo zonke iindlela njengathi, kodwa engenasono.+ Hebhere ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 4:15 IMboniselo,2/15/2000, iphe. 10-12
15 Umbingeleli omkhulu esinaye uyavelana nobuthathaka bethu,+ kuba naye wavavanywa ngazo zonke iindlela njengathi, kodwa engenasono.+