Hebhere 11:35 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 35 Zavuswa izalamane zabafazi ezazifile,+ kodwa amanye amadoda angcungcuthekiswa kuba engazange avume ukulahla ukholo lwawo kuba nje efuna ukukhululwa, ukuze afumane uvuko olubhetele. Hebhere ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 11:35 IMboniselo(Efundwayo),12/2017, iphe. 12 IMboniselo(Efundwayo),10/2016, iphe. 23-24 IMboniselo,5/1/2005, iphe. 5-6, 17
35 Zavuswa izalamane zabafazi ezazifile,+ kodwa amanye amadoda angcungcuthekiswa kuba engazange avume ukulahla ukholo lwawo kuba nje efuna ukukhululwa, ukuze afumane uvuko olubhetele.
11:35 IMboniselo(Efundwayo),12/2017, iphe. 12 IMboniselo(Efundwayo),10/2016, iphe. 23-24 IMboniselo,5/1/2005, iphe. 5-6, 17