Yakobi 2:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 aza enzeka amazwi asezibhalweni, athi: “UAbraham wakholwa kuYehova,* wajongwa njengelungisa,”+ waza wabizwa ngokuba ngumhlobo kaYehova.*+ Yakobi ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 2:23 “Sonke ISibhalo”, iphe. 18
23 aza enzeka amazwi asezibhalweni, athi: “UAbraham wakholwa kuYehova,* wajongwa njengelungisa,”+ waza wabizwa ngokuba ngumhlobo kaYehova.*+