Yakobi 5:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Ngaphezu kwento yonke bazalwana bam, yekani ukufunga, nokuba kungezulu okanye ngomhlaba okanye nangantoni na enye. Kodwa “uEwe” wenu makabe nguewe, “noHayi” wenu, abe nguhayi,+ ukuze ningagwetywa.
12 Ngaphezu kwento yonke bazalwana bam, yekani ukufunga, nokuba kungezulu okanye ngomhlaba okanye nangantoni na enye. Kodwa “uEwe” wenu makabe nguewe, “noHayi” wenu, abe nguhayi,+ ukuze ningagwetywa.