1 Petros 4:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Kuba lanele ixesha enilichithe nisenza ukuthanda kweentlanga,+ niziphethe ngokungenazintloni,* nineminqweno engalawulekiyo, nisela kakhulu, nihamba iipati ezingalawulekiyo, nikhuphisana ngokusela utywala, nikhonza izithixo ngendlela eyenyanyekayo.*+ 1 Petros ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 4:3 IMboniselo,7/15/2001, iphe. 28
3 Kuba lanele ixesha enilichithe nisenza ukuthanda kweentlanga,+ niziphethe ngokungenazintloni,* nineminqweno engalawulekiyo, nisela kakhulu, nihamba iipati ezingalawulekiyo, nikhuphisana ngokusela utywala, nikhonza izithixo ngendlela eyenyanyekayo.*+