1 Yohane 2:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Kwakhona, ndinibhalela umyalelo omtsha, owawuthotyelwa nguYesu, eniwuthobelayo nani, kuba ubumnyama buyadlula yaye ukukhanya kokwenene sele kukhanya.+ 1 Yohane ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 2:8 IMboniselo,12/15/2008, iphe. 27
8 Kwakhona, ndinibhalela umyalelo omtsha, owawuthotyelwa nguYesu, eniwuthobelayo nani, kuba ubumnyama buyadlula yaye ukukhanya kokwenene sele kukhanya.+