1 Yohane 2:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Basishiya, kuba babengengabo abethu kakade;+ kaloku ukuba babengabethu, ngebeselapha nangoku. Kodwa basishiya ukuze kucace ukuba ayinguye wonke umntu ongowethu.+ 1 Yohane ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 2:19 IMboniselo,6/1/2015, iphe. 14
19 Basishiya, kuba babengengabo abethu kakade;+ kaloku ukuba babengabethu, ngebeselapha nangoku. Kodwa basishiya ukuze kucace ukuba ayinguye wonke umntu ongowethu.+