1 Yohane 3:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Nantsi indlela ababonakala ngayo abantwana bakaThixo nabantwana bakaMtyholi: Nabani na ongaqhubeki esenza ubulungisa akaphumi kuThixo, kuyafana ke nangalowo ungamthandiyo umzalwana wakhe.+
10 Nantsi indlela ababonakala ngayo abantwana bakaThixo nabantwana bakaMtyholi: Nabani na ongaqhubeki esenza ubulungisa akaphumi kuThixo, kuyafana ke nangalowo ungamthandiyo umzalwana wakhe.+