16 Ukuba umntu ubona umzalwana wakhe esenza isono esingakhokeleli kufeni, makamthandazele, yaye uThixo uza kumnika ubomi.+ Oku kubhekisela kwabo benze isono esingakhokeleli kufeni. Kodwa ke, sikhona nesono esikhokelela ekufeni.+ Anditsho ukuba makamthandazele umntu owenze isono esinjalo.