2 Yohane 7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Kuba kuvele abalahlekisi abaninzi ehlabathini,+ abangavumiyo ukuba uYesu Kristu weza enomzimba wenyama.+ Abantu abanjalo ngabalahlekisi nabachasi-Kristu.+ 2 Yohane ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 7 IMboniselo,6/1/2015, iphe. 14 12/15/2008, iphe. 28
7 Kuba kuvele abalahlekisi abaninzi ehlabathini,+ abangavumiyo ukuba uYesu Kristu weza enomzimba wenyama.+ Abantu abanjalo ngabalahlekisi nabachasi-Kristu.+