3 Bazalwana endibathandayo, bendizama kangangoko ukunibhalela ngendlela esiye sasindiswa ngayo sonke.+ Kodwa ndibone ukuba kufuneka ndinibhalele ndinicenga ukuba nilulwele ngamandla ukholo+ olwanikwa abo bangcwele kwaba kanye, ukuze luhlale ngonaphakade.