3 Kwafika enye ingelosi eyayiphethe isitya segolide sesiqhumiso esiqholiweyo, yaza yema ngasesibingelelweni.+ Yanikwa isiqhumiso esiqholiweyo esininzi,+ ukuba ibingelele ngaso esibingelelweni segolide+ esasiphambi kwetrone, kunye nemithandazo yabo bonke abo bangcwele.